Latest Blog Posts

In this section, you will find Christian blog articles written by Dr OT Mngqibisa in Xhosa on preaching and marriage. Be inspired through spirit-filled teachings that help elevate your sermons and restore your family life today. 

Ukoyisa Uloyiko Eqongeni

Ukoyisa Uloyiko Eqongeni

Uloyiko lomshumayeli akuma phambi kwabantu yinto yethu sonke. Naba wena ubabona sebetyhal’izifuba baqale kule ndawo; abazalwanga bengala magagu. Abanye kuthi bazezi zishwayimbana kuba bedalwe ngolo

Read More »

Intlonelo Emtshatweni

Naphina apho kuhlangene abantu ababini nangaphezulu, ukuhlonelana kuhlala kuyintsika obo budlelwane obuxhathise ngayo. Intlangano yeendladiya ezingenambeko ayihambeli ndawo. Intlonelo luphawu lwamakholwa olutsho le nkolo azibiza

Read More »
Umzekelo wobomi bomshumayeli

Umzekelo wobomi bomshumayeli

Intswelo enkulu kwintshumayelo kukubona ubomi bomshumayeli bungqinelana nalento ayishumayelayo. Ukufundekela kwakhe eqongeni, ibe ikwangako nengxolo yamahlahla awaruqayo akuhla kwelo qonga kukuhlekisa nje ngoThixo kwiintshaba zakhe.

Read More »
Yazana nomntu otshata naye

Yazana nomntu otshata naye

“Ukuba ndandisazi konke endikwaziyo ngoku ngoZolile ngaphambi kokuba nditshate naye, ngendingazange ndingene kulo mtshato. Namhlanje ndiyazisola kuba ndibona ngoku izinto endandigazange ndazibona ngoko. Ngokwenene umntu

Read More »
Vangela Ubuye Ufundise

Vangela Ubuye Ufundise

Ukuvangelwa kumoni nokufundiswa kwakhe ngoThixo zizinto ezimbini ezohlukeneyo noxa umsebenzi wazo umnye ikukulungiswa kwalo moni elungiselelwa iZulu. Ukumvangela kukumohlutha kwingalo zongendawo umzise phambi koThixo. Ukufundiswa

Read More »
Ingaba Uthando Lusekhona na?

Ingaba Uthando Lusekhona na?

Ingaba phofu uthando olu lusekhona na kumlingane wakho xa athi nitshatile kodwa asukathi phe liphandlapha? Lo ngumbuzo ohlal’ubuzwa ngabaninzi xa bezibaqa bekrexezelwa ngabalingane. Lo mkhwa

Read More »
Nyukela Ngasentla

Nyukela Ngasentla

Ethetha nebandla lase Filipi, u Paulos uthi “…ke ndenza nto-nye, ndithi, ndizilibala izinto ezisemva, ndisolulela kweziphambili, ndiphutume ngokuxunele umvuzo wobizo lwaphezulu lukaThixo kuKristu Yesu.” [KwabaseFilipi 3:13-14]. Abantu

Read More »
Imbeko phakathi kosapho

Imbeko phakathi kosapho

Kwizinto eziliqela nezakha usapho zilutsho lube luqilima, yimbeko.  Apha sithetha ngokuhloniphana okuqala kubazali de kuye kutsho ebantwaneni. Le yindlela elowo nalowo athetha ngayo nabanye, ukukhathalelana,

Read More »
Umanyano Ngamandla

Umanyano Ngamandla

Umanyano phakati kosapho luka-Thixo luhlala lunkqenkqeza phambili. Kugwadlwa epulpitini ngabashumayeli wofika bevuselela olu manyano. Esemadolweni amakhosikazi wofika ecengana noThixo ukuba awanike obu bunye. Kanti nasengomeni eli bandla

Read More »
WE’D LOVE TO connect with you

hello@kumanzobom.org

(+27) 71 956 3212